Amaqhalo ase-SBA

Ukwenza isi-Afrikaans sihlonipheke kwaye ngaxeshanye sihlalisane kakuhle nezinye iilwimi, i-SBA seyipapashe iincwadi ezine zamaqhalo nezaci ngeelwimi ezininzi: Sonke siphila emoyeni ofanayo ,Sonke sisela kumfula omnye, Sonke sihamba kumhlaba omnye, nethi Sonke sihleli kumlilo omnye.

Ubudlelwane nemvisiswano yeelwimi zesintu iqiniswa ngamaqhalo nezaci ezimalunga namanzi, umhlaba nomlilo.

Sonke sihleli kumlilo omnye

Le ncwadi inezaci namaqhalo esi-Afrikaans, esiNgesi nesiXhosa.

Sonke sisela kumfula omnye

Amanzi adlala indima ebalulekileyo kwinkcubeko yamaXhosa.

Sonke sihamba kumhlaba omnye

Le ncwadi ebhalwe ngeelwimi ezintlanu inamaqhalo nezaci ezingama-20 eziphuma

Sonke siphila emoyeni ofanayo

Awuna kuwubona, kodwa ungawuva okanye uwunukise.