Qala Ukufuna Umsebenzi
I-Wikkel met werksoek yividiyo esimahla efumaneka kwi-intanethi exhobisa abantu abatsha abafuna umsebenzi ngezakhono eziyimfuneko nolwazi ukuze ubani aphumelele.
Le vidiyo enesihloko esithi Wikkel met Werksoek/Qala Ukufuna Umsebenzi/Start the Job Hunt, ifumaneka ngesi-Afrikaans, isiXhosa nesiNgesi. Le vidiyo iyintsusa yesiKhokelo sokufuna umsebenzi esisungulwe yi-SBA (SBA’s Jobseekers’ Guide), kwaye sele kushicilelwe iincwadana ezingaphezu kwama-10 000 eziye zasasazwa eNtshona-naseMpuma Kapa.
Qala Ukufuna Umsebenzi – Khuphela Ulwazi

