Imipapasho

Kule minyaka idlulileyo, yonke imipapasho ye-SBA eyahlukileyo ilibonile ilanga. Ezi ncwadi ze-SBA zinemfundiso kwaye ngaxeshanye zikhuthaza ulwazi leelwimi ezininzi. Ezinye zezi ncwadi ziye zalungiselelwa abo banokhubazeko ekufundeni, ekuveni nangokwemfundo bakwazi ukuxhamla kwiinkqubo zethu.

Amabali wabantwana

Esona sipho sihle onokusinika umntwana kukukwazi ukufunda.

Amaqhalo ase-SBA

Ukwenza isi-Afrikaans sihlonipheke kwaye ngaxeshanye sihlalisane kakuhle nezinye iilwim

Qala Ukufuna Umsebenzi

Ukwenza isi-Afrikaans sihlonipheke kwaye ngaxeshanye sihlalisane kakuhle nezinye iilwim

Oerlied-incwadi yeengoma zeekwayala

I-OERLIED sisiqhamo senkqubo enezigaba ezininzi zeekwayala nomculo eyasekwa yi- Stigting vir Bemagtiging deur Afrikaans (SBA)

Qala Ukufuna Umsebenzi!

SBA sika Job Search Bag Guide

I-Wikkel met werksoek yividiyo esimahla efumaneka kwi-intanethi exhobisa abantu abatsha abafuna umsebenzi ngezakhono eziyimfuneko nolwazi ukuze ubani aphumelele.