Inkqubo yethala leencwadi

I-SBA yanikela ngeebhokisi zeencwadi kwiqela lezikolo zaseprayimari ezikhethiweyo eMntla Koloni.
Ukufikelela kwizinto zokufunda ezihambisana neminyaka efanelekileyo kudlala indima ebalulekileyo ekuphuhliseni ukuthanda ukufunda.

Ngomnikelo obandakanya iincwadi ezimibala-bala, ezinika umdla kwaye zamaxesha angoku, i-SBA ixhasa izikolo eziseMntla Kapa ukuze amathala azo abezindawo ezizakwenza abantwana babenomdla ekuthandeni iincwadi.