UMabuzi ogadalala

Eli bali liyinyani laseMzantsi Afrika lisa abafundi kwiziganeko ezingaqhelekanga zempuku yase-Mitchells Plain.

Le ncwadi enemifanekiso yesimbo sencwadi yamabali ahlekisayo ezotywe ngu-Isabelle Grobler inenjongo yokwazisa abafundi ngeendlela ezohlukileyo zokubalisa ibali nokufundela ukonwaba ngendlela zalemihla zokubalisa.

Ibali likaMabuzi liphuma kusiba luka-Klavs Skovsholm wase-Denmark. U-Sjaka Septembir noSivuyile Mazantsi bayilungiselela kwaye bayiguqulela abafundi baseMzantsi Afrika le ncwadi.

UMabuzi ogadalala – Khuphela Ulwazi

incwadi yamabali

Incwadi yombala