Ngencwadana yesixhenxe, asinakukwazi ukuzibamba kodwa sibe kwizulu lesixhenxe, kuba yayingunyaka apho i-SBA iphinde yafeza okuninzi ngeeprojekthi ezahlukeneyo ezishwankathelweyo kwincwadana. Sikwavuyiswa kakhulu kukuba sikhankanywe kupapasho lwaseYurophu kunye newebhusayithi kunye nazo zonke, ezizezi kwi-Circle: A Brussels Anthology, apho kuvela khona ibali elifutshane lombhali kunye nomxhasi we-Die Kokerboom / Ukhalakhulu, uKlavs Skovsholm. Phinda ujonge iwebsite yethu, ekungoku nje enokufundwa ngesiXhosa nangesiNgesi.
Iindaba zakutsha nje
Ukuhamba kukubona
Ukudibana kwamaxhwili alambileyo, iimpuku namalulwane ngesidlo sangokuhlwa kwakunye nobuhle bendalo obungenasiphelo. La ngamava kasomava nokwasisithethi esikhuthazayo, u-Riaan Manser, ...
Funda banzi Kusungulwe umboniso woopopayi kwiNtaba yeTafile
Iqela labafundi abaphuma kwisikolo samabanga asezantsi, i-Matjiesfontein Primary School, kwakunye nabo baphuma kwizikolo zokunqula zama-Muslim ezintathu bebekhutshelwe kwiNtaba ...
Funda banzi Uphuhliso ngeziBalo
Uphuhliso ngeziBalo I-Stigting vir Bemagtiging deur Afrikaans (SBA) ibibambe ingqungquthela yophuhliso ngezibalo, kutsha nje. Malunga nootitshala abangama-94 base-Mpuma ...
Funda banzi