Jun-2017

bantu bethu baseKapa banokuthwaxwa kukunqongophala kwamanzi kakhulu kunye nembalela, kodwa ngokuqinisekileyo akukho imbalela okanye ukunqongophala kweeprojekthi ze-SBA kunye nempumelelo! IKwailappies eqhotyoshelweyo – uhlelo lwethu lwesine esele lukho – bubungqina boku. Libala isitya samanzi okwethutyana kwaye wonwabele okuhle kwethu kunye namabali amancinci

78 Barnard Street, Oakdale
Bellville, 7530

Iindaba zakutsha nje

Ukuhamba kukubona

Ukudibana kwamaxhwili alambileyo, iimpuku namalulwane ngesidlo sangokuhlwa kwakunye nobuhle bendalo obungenasiphelo. La ngamava kasomava nokwasisithethi esikhuthazayo, u-Riaan Manser, ...
Funda banzi

Kusungulwe umboniso woopopayi kwiNtaba yeTafile 

Iqela labafundi abaphuma kwisikolo samabanga asezantsi, i-Matjiesfontein Primary School, kwakunye nabo baphuma kwizikolo zokunqula zama-Muslim ezintathu bebekhutshelwe kwiNtaba ...
Funda banzi

Uphuhliso ngeziBalo

Uphuhliso ngeziBalo I-Stigting vir Bemagtiging deur Afrikaans (SBA) ibibambe ingqungquthela yophuhliso ngezibalo, kutsha nje. Malunga nootitshala abangama-94 base-Mpuma ...
Funda banzi
Scroll to Top