Ziinyanga ezintandathu emva koko sele sibonisane ngeKWAILAPPIES efundeka kakuhle ekuye kwakhona, okanye nguye ngoku? ujiko ubonisa ezinye zeeprojekthi eziyimpumelelo kunye nezenzo ze-SBA. Le ncwadana singaqhayisa kabini ngonyaka, kuba siyazingca ngayo yonke into eyenziwa yi-SBA ukuzama ukwenza utshintsho ebomini babantu, ngakumbi ulutsha, ngolwimi esilwazi kwasesizalweni. Yifunde kwaye uyazi i-SBA kunye nabantu bethu!
Iindaba zakutsha nje
Ukuhamba kukubona
Ukudibana kwamaxhwili alambileyo, iimpuku namalulwane ngesidlo sangokuhlwa kwakunye nobuhle bendalo obungenasiphelo. La ngamava kasomava nokwasisithethi esikhuthazayo, u-Riaan Manser, ...
Funda banzi Kusungulwe umboniso woopopayi kwiNtaba yeTafile
Iqela labafundi abaphuma kwisikolo samabanga asezantsi, i-Matjiesfontein Primary School, kwakunye nabo baphuma kwizikolo zokunqula zama-Muslim ezintathu bebekhutshelwe kwiNtaba ...
Funda banzi Uphuhliso ngeziBalo
Uphuhliso ngeziBalo I-Stigting vir Bemagtiging deur Afrikaans (SBA) ibibambe ingqungquthela yophuhliso ngezibalo, kutsha nje. Malunga nootitshala abangama-94 base-Mpuma ...
Funda banzi