Xa unyaka uphela, umntu uhlala enyanzelekile ukuba enze uluhlu. I-SBA ijonga ngasemva ngombulelo omkhulu kunyaka apho sakwazi ukwenza igalelo kuluntu kumanqanaba amaninzi kwaye sibambane ngezandla nabantu kunye nemibutho ukulandela umbono wethu wokuxhobisa
Iindaba zakutsha nje
Ukuhamba kukubona
Ukudibana kwamaxhwili alambileyo, iimpuku namalulwane ngesidlo sangokuhlwa kwakunye nobuhle bendalo obungenasiphelo. La ngamava kasomava nokwasisithethi esikhuthazayo, u-Riaan Manser, ...
Funda banzi Kusungulwe umboniso woopopayi kwiNtaba yeTafile
Iqela labafundi abaphuma kwisikolo samabanga asezantsi, i-Matjiesfontein Primary School, kwakunye nabo baphuma kwizikolo zokunqula zama-Muslim ezintathu bebekhutshelwe kwiNtaba ...
Funda banzi Uphuhliso ngeziBalo
Uphuhliso ngeziBalo I-Stigting vir Bemagtiging deur Afrikaans (SBA) ibibambe ingqungquthela yophuhliso ngezibalo, kutsha nje. Malunga nootitshala abangama-94 base-Mpuma ...
Funda banzi