Unyaka ka -2015 siwuqukumbela ngokuchulumancisayo ngesinye iSBA kuqala – isigidimi seendaba esimnandi ukufunda esinesihloko esithi, KWAILAPPIES, kuba besingama-kailappies kulo nyaka sinamaphulo amaninzi amatsha aphunyezwe ngempumelelo enkulu, kwakunye nezindala ezivuthululwe uthuli zakhuhlwa ngathi zintsha. Bagculele abadala kwaye baqhathe abatsha abanekratshi! I-Kwailappies iya kuvela kabini ngonyaka ukuze uhlale unolwazi malunga neeprojekthi ze-SBA, izenzo, izinto ezenzekayo kunye nolonwabo.
Iindaba zakutsha nje
Ukuhamba kukubona
Ukudibana kwamaxhwili alambileyo, iimpuku namalulwane ngesidlo sangokuhlwa kwakunye nobuhle bendalo obungenasiphelo. La ngamava kasomava nokwasisithethi esikhuthazayo, u-Riaan Manser, ...
Funda banzi Kusungulwe umboniso woopopayi kwiNtaba yeTafile
Iqela labafundi abaphuma kwisikolo samabanga asezantsi, i-Matjiesfontein Primary School, kwakunye nabo baphuma kwizikolo zokunqula zama-Muslim ezintathu bebekhutshelwe kwiNtaba ...
Funda banzi Uphuhliso ngeziBalo
Uphuhliso ngeziBalo I-Stigting vir Bemagtiging deur Afrikaans (SBA) ibibambe ingqungquthela yophuhliso ngezibalo, kutsha nje. Malunga nootitshala abangama-94 base-Mpuma ...
Funda banzi