Nelson Mandela Post

Namhlanje, kwisikhumbuzo seminyaka eli-100 kaNelson Mandela, sinikele ngeencwadi ezili-100 neekhrayoni ezili-100 kwiBalvenie Primary kunye nabasebenzi abathandekayo besikolo ukubhiyozela uSuku lukaMandela.

ukusuka ekhohlo uMnu Grootboom, uNksk Williams, uNksk Schoor, Mnu Jordaan, uNksk Wakefield (inqununu), Athina Jansen (SBA), Gerswin Cupido (SBA), kunye noMnu de Villiers (usekela-nqununu)

#Mandeladag #sigbaarafrikaans

78 Barnard Street, Oakdale
Bellville, 7530

Iindaba zakutsha nje

Ukuhamba kukubona

Ukudibana kwamaxhwili alambileyo, iimpuku namalulwane ngesidlo sangokuhlwa kwakunye nobuhle bendalo obungenasiphelo. La ngamava kasomava nokwasisithethi esikhuthazayo, u-Riaan Manser, ...
Funda banzi

Kusungulwe umboniso woopopayi kwiNtaba yeTafile 

Iqela labafundi abaphuma kwisikolo samabanga asezantsi, i-Matjiesfontein Primary School, kwakunye nabo baphuma kwizikolo zokunqula zama-Muslim ezintathu bebekhutshelwe kwiNtaba ...
Funda banzi

Uphuhliso ngeziBalo

Uphuhliso ngeziBalo I-Stigting vir Bemagtiging deur Afrikaans (SBA) ibibambe ingqungquthela yophuhliso ngezibalo, kutsha nje. Malunga nootitshala abangama-94 base-Mpuma ...
Funda banzi
Scroll to Top