Uncategorized

Kusungulwe umboniso woopopayi kwiNtaba yeTafile 

Iqela labafundi abaphuma kwisikolo samabanga asezantsi, i-Matjiesfontein Primary School, kwakunye nabo baphuma kwizikolo zokunqula zama-Muslim ezintathu bebekhutshelwe kwiNtaba yeTafile kutsha nje. Aba bafundi bangama-31 bebekhatshwe ngootitshala babo kwaye bebeziindwendwe ezibekekileyo xa i-Stigting vir Bemagtiging deur Afrikaans (SBA) ibisungula okwesithathu umboniso-bhanyabhanya woopopayi. UFatima, yenye yeencwadi zabantwana ze-SBA ebhalwe ngumbhali wase-Denmark u-Klavs Skovsholm. U-Martinus van Twee, ozobe […]

Kusungulwe umboniso woopopayi kwiNtaba yeTafile  Read More »

Ucweyo ngobuNzululwazi beeKhemikhali – chemical science workshop

Ucweyo ngobuNzululwazi beeKhemikhali – chemical science workshop “Ngamanye amaxesha ukuthetha ngesifundo sobuNzululwazi bamaChiza okanye beeKhemikhali (Chemical Science) kuba nzima kakhulu. Kodwa kolu cweyo ndifunde indlela yokusenza lula kwaye ndisigcine sinika umdla kubafundi.” Utshilo u-Shirley Cook, ongutitshala e-La Trobe Primary School e-Enon, emva kocweyo lwamachiza ngoMgqibelo obe lubanjwe yinkampani exhobisa ngesi-Stigting vir Bemagtiging deur Afrikaans (SBA).

Ucweyo ngobuNzululwazi beeKhemikhali – chemical science workshop Read More »

Scroll to Top